Eksodus 4:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Waza wathi uYehova kuMoses: “Ekumkeni kwakho ubuyela eYiputa qiniseka ukuba uyayenza phambi koFaro+ yonke imimangaliso endiyibeke esandleni sakho. Ke mna, ndiya kuyenza lukhuni intliziyo yakhe;+ yaye akasayi kubandulula abantu.+ Eksodus 7:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Ke mna, ndoyenza lukhuni intliziyo kaFaro,+ yaye ngokuqinisekileyo ndoyandisa imiqondiso yam nemimangaliso yam ezweni laseYiputa.+ Eksodus 8:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Uthe ke akubona uFaro ukuba ukhululekile, wayenza lukhuni intliziyo yakhe;+ akabaphulaphula, kanye njengoko wayethethile uYehova.+ Roma 9:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Ngoko, ke, kulowo anqwenela ukwenjenjalo kuye uba nenceba,+ kodwa lowo anqwenela njalo kuye uyamyeka abe neenkani.+
21 Waza wathi uYehova kuMoses: “Ekumkeni kwakho ubuyela eYiputa qiniseka ukuba uyayenza phambi koFaro+ yonke imimangaliso endiyibeke esandleni sakho. Ke mna, ndiya kuyenza lukhuni intliziyo yakhe;+ yaye akasayi kubandulula abantu.+
3 Ke mna, ndoyenza lukhuni intliziyo kaFaro,+ yaye ngokuqinisekileyo ndoyandisa imiqondiso yam nemimangaliso yam ezweni laseYiputa.+
15 Uthe ke akubona uFaro ukuba ukhululekile, wayenza lukhuni intliziyo yakhe;+ akabaphulaphula, kanye njengoko wayethethile uYehova.+
18 Ngoko, ke, kulowo anqwenela ukwenjenjalo kuye uba nenceba,+ kodwa lowo anqwenela njalo kuye uyamyeka abe neenkani.+