Eksodus 4:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 Bakholwa abantu.+ Bathi bakuva ukuba uYehova uyiphethulele koonyana bakaSirayeli ingqalelo yakhe+ yaye uyibonile nenkxwaleko yabo,+ basuka bathoba baqubuda.+ Nehemiya 8:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Wandula ke uEzra wambonga uYehova+ uTHIXO oyinyaniso, Lowo umkhulu, baza bonke abantu baphendula bathi, “Amen! Amen!”+ bephakamise izandla zabo.+ Baza baqubuda+ kuYehova bebhekise ubuso babo emhlabeni.+
31 Bakholwa abantu.+ Bathi bakuva ukuba uYehova uyiphethulele koonyana bakaSirayeli ingqalelo yakhe+ yaye uyibonile nenkxwaleko yabo,+ basuka bathoba baqubuda.+
6 Wandula ke uEzra wambonga uYehova+ uTHIXO oyinyaniso, Lowo umkhulu, baza bonke abantu baphendula bathi, “Amen! Amen!”+ bephakamise izandla zabo.+ Baza baqubuda+ kuYehova bebhekise ubuso babo emhlabeni.+