Eksodus 6:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Wathi uYehova kuMoses: “Uya kukubona ngoku oko ndiya kukwenza kuFaro,+ kuba ngesandla esomeleleyo ndiya kumenza abandulule ndize ngesandla esomeleleyo ndimenze abagxothe ezweni lakhe.”+ Eksodus 7:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Akayi kuniphulaphula uFaro;+ yaye ndothi ke ngoko ndisibeke isandla sam phezu kweYiputa ndize ndiyikhuphe imikhosi yam,+ abantu bam,+ oonyana bakaSirayeli,+ ezweni laseYiputa ngezigwebo ezikhulu.+
6 Wathi uYehova kuMoses: “Uya kukubona ngoku oko ndiya kukwenza kuFaro,+ kuba ngesandla esomeleleyo ndiya kumenza abandulule ndize ngesandla esomeleleyo ndimenze abagxothe ezweni lakhe.”+
4 Akayi kuniphulaphula uFaro;+ yaye ndothi ke ngoko ndisibeke isandla sam phezu kweYiputa ndize ndiyikhuphe imikhosi yam,+ abantu bam,+ oonyana bakaSirayeli,+ ezweni laseYiputa ngezigwebo ezikhulu.+