Eksodus 9:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 khangela! isandla sikaYehova+ soba phezu kwemfuyo yakho+ esendle. Emahasheni, emaesileni, ezinkameleni, emhlambini weenkomo nasemhlambini wezimvu, kuya kubakho indyikitya yokufa enzima kakhulu.+ Eksodus 11:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 UYehova wathi kuMoses: “Ndisaya kuzisa esinye isibetho phezu koFaro neYiputa. Emva koko wonindulula nimke apha.+ Ekunindululeni kwakhe ngokupheleleyo, uya kunigxotha niphume niphele apha.+ Eksodus 12:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 Ngoko nangoko wabiza+ uMoses noAron ebusuku waza wathi: “Sukani, niphume phakathi kwabantu bam, wena nabanye oonyana bakaSirayeli, nihambe, niye kukhonza uYehova, njengokutsho kwenu.+
3 khangela! isandla sikaYehova+ soba phezu kwemfuyo yakho+ esendle. Emahasheni, emaesileni, ezinkameleni, emhlambini weenkomo nasemhlambini wezimvu, kuya kubakho indyikitya yokufa enzima kakhulu.+
11 UYehova wathi kuMoses: “Ndisaya kuzisa esinye isibetho phezu koFaro neYiputa. Emva koko wonindulula nimke apha.+ Ekunindululeni kwakhe ngokupheleleyo, uya kunigxotha niphume niphele apha.+
31 Ngoko nangoko wabiza+ uMoses noAron ebusuku waza wathi: “Sukani, niphume phakathi kwabantu bam, wena nabanye oonyana bakaSirayeli, nihambe, niye kukhonza uYehova, njengokutsho kwenu.+