2 Samuweli 22:47 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 47 UYehova uyaphila;+ malibongwe ke iLiwa lam;+Kwaye makaphakanyiswe uTHIXO oliliwa lokusindiswa kwam.+ INdumiso 99:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Phakamisani uYehova uThixo wethu+ nize niqubude esitulweni seenyawo zakhe;+Ungcwele.+ Isaya 25:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Owu Yehova, unguThixo wam.+ Ndiyakuphakamisa,+ ndiyalibonga igama lakho,+ kuba wenze izinto ezimangalisayo,+ amacebo+ ukususela kumaxesha angaphambili, ukuthembeka,+ ukukholoseka.+
47 UYehova uyaphila;+ malibongwe ke iLiwa lam;+Kwaye makaphakanyiswe uTHIXO oliliwa lokusindiswa kwam.+
25 Owu Yehova, unguThixo wam.+ Ndiyakuphakamisa,+ ndiyalibonga igama lakho,+ kuba wenze izinto ezimangalisayo,+ amacebo+ ukususela kumaxesha angaphambili, ukuthembeka,+ ukukholoseka.+