IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Genesis 9:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 Nabani na ophalaza igazi lomntu, lophalazwa ngumntu nelakhe igazi,+ kuba umntu wenziwa ngomfanekiso kaThixo.

  • Duteronomi 5:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 “‘Uze ungabulali.+

  • Yakobi 2:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Kuba lowo wathi: “Uze ungakrexezi,”+ wakwathi: “Uze ungabulali.”+ Ukuba, ke, akukrexezi kodwa uyabulala, unxaxhile emthethweni.

  • 1 Yohane 3:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 Lowo umthiyileyo+ umzalwana wakhe usisibulala-mntu,+ yaye niyazi ukuba akukho sibulala-mntu+ sinobomi obungunaphakade obuhleliyo kuso.+

  • ISityhilelo 21:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 Kodwa ke wona amagwala nabangenalo ukholo+ nabalizothe ngenxa yobunyhukunyhuku+ babo nababulali+ nabahenyuzi+ nabasebenzelana nemimoya nabanquli-zithixo+ nawo onke amaxoki,+ isahlulo sabo siya kuba sedikeni elivutha umlilo+ nesalfure.+ Oku kuthetha ukufa kwesibini.”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share