Eksodus 32:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Wayithabatha igolide ezandleni zabo, waza ngayo+ wenza umfanekiso otyhidiweyo wethole lenkomo ngesixhobo sokukrola.+ Baza bathi: “Nanko uThixo wakho, Sirayeli, okukhuphileyo ezweni laseYiputa.”+ Daniyeli 5:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Basela iwayini, baza babadumisa oothixo begolide nabesilivere nabobhedu nabentsimbi nabomthi nabamatye.+ IZenzo 17:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 “Ekubeni, ke ngoko, siyinzala kaThixo,+ sifanele singacingi ukuba Lowo Ungokobuthixo+ unjengegolide okanye isilivere okanye ilitye, njengento eqingqwe ngobugcisa nokuyila komntu.+
4 Wayithabatha igolide ezandleni zabo, waza ngayo+ wenza umfanekiso otyhidiweyo wethole lenkomo ngesixhobo sokukrola.+ Baza bathi: “Nanko uThixo wakho, Sirayeli, okukhuphileyo ezweni laseYiputa.”+
4 Basela iwayini, baza babadumisa oothixo begolide nabesilivere nabobhedu nabentsimbi nabomthi nabamatye.+
29 “Ekubeni, ke ngoko, siyinzala kaThixo,+ sifanele singacingi ukuba Lowo Ungokobuthixo+ unjengegolide okanye isilivere okanye ilitye, njengento eqingqwe ngobugcisa nokuyila komntu.+