Levitikus 20:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 “‘Ukuba uthe nawuphi na umntu waqalekisa uyise nonina,+ makabulawe afe.+ Nguyise nonina abo abaqalekisileyo. Igazi lakhe liphezu kwakhe.+ IMizekeliso 20:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Ke oqalekisa uyise nonina,+ isibane sakhe siya kucinywa ekusondeleni kobumnyama.+ IMizekeliso 30:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Kukho isizukulwana esiqalekisa uyise size singambongi unina.+ IMizekeliso 30:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Iliso eligculela uyise nelicekisa ukuthobela unina+—aya kulikrukra amahlungulu asentlanjeni, alidle amathole okhozi. Mateyu 15:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Ngokomzekelo, uThixo wathi, ‘Beka uyihlo nonyoko’;+ yaye wathi ‘Lowo utshabhisa uyise okanye unina makafe.’+
9 “‘Ukuba uthe nawuphi na umntu waqalekisa uyise nonina,+ makabulawe afe.+ Nguyise nonina abo abaqalekisileyo. Igazi lakhe liphezu kwakhe.+
17 Iliso eligculela uyise nelicekisa ukuthobela unina+—aya kulikrukra amahlungulu asentlanjeni, alidle amathole okhozi.
4 Ngokomzekelo, uThixo wathi, ‘Beka uyihlo nonyoko’;+ yaye wathi ‘Lowo utshabhisa uyise okanye unina makafe.’+