Levitikus 20:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 “‘Ukuba uthe nawuphi na umntu waqalekisa uyise nonina,+ makabulawe afe.+ Nguyise nonina abo abaqalekisileyo. Igazi lakhe liphezu kwakhe.+ Duteronomi 27:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 “‘Uqalekisiwe omphatha ngendelelo uyise okanye unina.+ (Bathi bonke abantu, ‘Amen!’) IMizekeliso 19:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Odlakazelisa uyise nogxotha+ unina ungunyana owenza okuziintloni nokulihlazo.+ IMizekeliso 20:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Ke oqalekisa uyise nonina,+ isibane sakhe siya kucinywa ekusondeleni kobumnyama.+ Marko 7:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Kodwa nina nithi, ‘Ukuba umntu uthi kuyise okanye kunina: “Nakuphi na endinako obunokuthi ngako ufumane ingenelo kum kuyikorbhane,+ (oko kukuthi, isipho esinikelwe+ kuThixo,)”’— 2 Timoti 3:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Kuba abantu baya kuba ngabazithandayo, abathandi bemali, abazidlayo, abanekratshi, abanyelisi, abangathobeli bazali,+ abangenambulelo, abanganyanisekanga,+
9 “‘Ukuba uthe nawuphi na umntu waqalekisa uyise nonina,+ makabulawe afe.+ Nguyise nonina abo abaqalekisileyo. Igazi lakhe liphezu kwakhe.+
11 Kodwa nina nithi, ‘Ukuba umntu uthi kuyise okanye kunina: “Nakuphi na endinako obunokuthi ngako ufumane ingenelo kum kuyikorbhane,+ (oko kukuthi, isipho esinikelwe+ kuThixo,)”’—
2 Kuba abantu baya kuba ngabazithandayo, abathandi bemali, abazidlayo, abanekratshi, abanyelisi, abangathobeli bazali,+ abangenambulelo, abanganyanisekanga,+