Eksodus 13:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Wathi uMoses ebantwini: “Lukhumbuleni olu suku niphume ngalo eYiputa,+ endlwini yobukhoboka, kuba uYehova unikhuphe apha ngesandla esinamandla.+ Ngoko ke makungadliwa nto inegwele.+ Duteronomi 4:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Kodwa nina unithabathile uYehova, wanikhupha kwiziko lentsimbi,+ eYiputa, ukuba nibe sisizwana sakhe+ ngokukhethekileyo njengoko ninjalo namhla. 1 Kumkani 8:51 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 51 (kuba bangabantu bakho nelifa lakho,+ owabakhupha eYiputa,+ ngaphakathi kwiziko lentsimbi),+
3 Wathi uMoses ebantwini: “Lukhumbuleni olu suku niphume ngalo eYiputa,+ endlwini yobukhoboka, kuba uYehova unikhuphe apha ngesandla esinamandla.+ Ngoko ke makungadliwa nto inegwele.+
20 Kodwa nina unithabathile uYehova, wanikhupha kwiziko lentsimbi,+ eYiputa, ukuba nibe sisizwana sakhe+ ngokukhethekileyo njengoko ninjalo namhla.