Duteronomi 3:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Wathi uYehova kum, ‘Musa ukumoyika,+ kuba ngokuqinisekileyo ndomnikela esandleni sakho, yena nabantu bakhe bonke nelizwe lakhe; yaye uze wenze kuye kanye njengoko wenzayo kuSihon+ ukumkani wama-Amori, owayehlala eHeshbhon.’ Duteronomi 3:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Nize ningaboyiki, ngokuba uYehova uThixo wenu Nguye onilwelayo.’+ Duteronomi 20:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Wothi kubo, ‘Yiva, Sirayeli, nisondele namhlanje ekulweni idabi neentshaba zenu. Mazingaphakuzeli iintliziyo zenu.+ Musani ukoyika niphakuzele okanye nityhwatyhwe ngenxa yazo,+
2 Wathi uYehova kum, ‘Musa ukumoyika,+ kuba ngokuqinisekileyo ndomnikela esandleni sakho, yena nabantu bakhe bonke nelizwe lakhe; yaye uze wenze kuye kanye njengoko wenzayo kuSihon+ ukumkani wama-Amori, owayehlala eHeshbhon.’
3 Wothi kubo, ‘Yiva, Sirayeli, nisondele namhlanje ekulweni idabi neentshaba zenu. Mazingaphakuzeli iintliziyo zenu.+ Musani ukoyika niphakuzele okanye nityhwatyhwe ngenxa yazo,+