Numeri 14:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Kuphela nje musani ukumvukela uYehova;+ musani ukuboyika abantu belo lizwe,+ kuba basisonka sethu. Limkile ikhusi labo kubo,+ yaye uYehova unathi.+ Musani ukuboyika.”+ Numeri 21:34 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 34 Wathi ke ngoku uYehova kuMoses: “Musa ukumoyika,+ ngokuba ndiya kumnikela esandleni sakho nabantu bakhe bonke nelizwe lakhe;+ yaye uze wenze kuye kanye njengoko wenzayo kuSihon, ukumkani wama-Amori, owayehlala eHeshbhon.”+ Duteronomi 20:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Wothi kubo, ‘Yiva, Sirayeli, nisondele namhlanje ekulweni idabi neentshaba zenu. Mazingaphakuzeli iintliziyo zenu.+ Musani ukoyika niphakuzele okanye nityhwatyhwe ngenxa yazo,+
9 Kuphela nje musani ukumvukela uYehova;+ musani ukuboyika abantu belo lizwe,+ kuba basisonka sethu. Limkile ikhusi labo kubo,+ yaye uYehova unathi.+ Musani ukuboyika.”+
34 Wathi ke ngoku uYehova kuMoses: “Musa ukumoyika,+ ngokuba ndiya kumnikela esandleni sakho nabantu bakhe bonke nelizwe lakhe;+ yaye uze wenze kuye kanye njengoko wenzayo kuSihon, ukumkani wama-Amori, owayehlala eHeshbhon.”+
3 Wothi kubo, ‘Yiva, Sirayeli, nisondele namhlanje ekulweni idabi neentshaba zenu. Mazingaphakuzeli iintliziyo zenu.+ Musani ukoyika niphakuzele okanye nityhwatyhwe ngenxa yazo,+