Eksodus 16:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 Siphawuleni isibakala sokuba uYehova eninike isabatha.+ Kungenxa yoko le nto ngomhla wesithandathu eninika isonka semihla emibini. Ngamnye kuni makahlale endaweni yakhe.+ Makungabikho bani uphumayo endaweni yakhe ngomhla wesixhenxe.” Eksodus 20:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Kodwa wona umhla wesixhenxe uyisabatha kuYehova uThixo wakho.+ Uze ungenzi nawuphi na umsebenzi ngawo, wena nonyana wakho nentombi yakho nekhoboka lakho nekhobokazana lakho nesilwanyana sakho sasekhaya nomphambukeli osemasangweni akho.+ Hezekile 20:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Ndabanika neesabatha zam,+ ukuba zibe ngumqondiso phakathi kwam nabo,+ ukuze bazi ukuba ndinguYehova obangcwalisayo.
29 Siphawuleni isibakala sokuba uYehova eninike isabatha.+ Kungenxa yoko le nto ngomhla wesithandathu eninika isonka semihla emibini. Ngamnye kuni makahlale endaweni yakhe.+ Makungabikho bani uphumayo endaweni yakhe ngomhla wesixhenxe.”
10 Kodwa wona umhla wesixhenxe uyisabatha kuYehova uThixo wakho.+ Uze ungenzi nawuphi na umsebenzi ngawo, wena nonyana wakho nentombi yakho nekhoboka lakho nekhobokazana lakho nesilwanyana sakho sasekhaya nomphambukeli osemasangweni akho.+
12 Ndabanika neesabatha zam,+ ukuba zibe ngumqondiso phakathi kwam nabo,+ ukuze bazi ukuba ndinguYehova obangcwalisayo.