IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Yoshuwa 1:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 Yaye kumaRubhen nakumaGadi nakwisiqingatha sesizwe sikaManase uYoshuwa wathi:

  • Yoshuwa 1:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 Abafazi benu, abantwana benu nemfuyo yenu iya kuhlala kwilizwe uMoses aninike lona nganeno kweYordan;+ kodwa nina niya kuwela nixhotyiselwe idabi+ phambi kwabazalwana benu, onke amadoda angamakroti anamandla,+ yaye nimele nibancede.

  • Yoshuwa 13:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 AmaRubhen namaGadi kunye nesinye isiqingatha sesizwe, alithabatha ilifa lawo uMoses awawanika lona ngaphesheya kweYordan ukuya ngasempuma, kanye njengoko uMoses umkhonzi kaYehova wayewanikile,+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share