-
Yoshuwa 5:6INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
-
-
6 Kuba oonyana bakaSirayeli bahamba entlango iminyaka engamashumi amane,+ de lwaphela lonke uhlanga lwamadoda emfazwe aphuma eYiputa lawo angazange aliphulaphule ilizwi likaYehova, lawo uYehova wafungayo ukuba wayengayi kuwavumela alibone ilizwe+ uYehova awafungayo kookhokho bawo ukusinika lona,+ ilizwe eliqukuqela ubisi nobusi.+
-
-
INdumiso 95:10INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
-
-
10 Kangangeminyaka engamashumi amane ndaziva ndizothekile seso sizukulwana,+
Kwaye ndathi:
“Basisizwana esitenxileyo ngentliziyo,+
Yaye bona abazazanga iindlela zam”;+
-