Duteronomi 32:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Ekuzinikeni kOyena Uphakamileyo iintlanga ilifa,+Ekubahlukaniseni kwakhe oonyana baka-Adam,+Wayizinzisa imida yezizwana+Ngokwenani loonyana bakaSirayeli.+ Yeremiya 27:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 ‘Mna ndenze umhlaba,+ uluntu+ nezilo+ eziphezu komhlaba ngamandla am amakhulu+ nangengalo yam eyoluliweyo;+ kwaye ndiwunike lowo kungqineke kulungile emehlweni am ukumnika.+ Daniyeli 4:35 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 35 Bonke abemi bomhlaba abanto yanto xa bethelekiswa naye,+ yaye wenza ngokokuthanda kwakhe kwimikhosi yezulu nakubemi bomhlaba.+ Akukho namnye unokusithintela isandla sakhe+ okanye unokuthi kuye, ‘Yintoni le uyenzileyo?’+
8 Ekuzinikeni kOyena Uphakamileyo iintlanga ilifa,+Ekubahlukaniseni kwakhe oonyana baka-Adam,+Wayizinzisa imida yezizwana+Ngokwenani loonyana bakaSirayeli.+
5 ‘Mna ndenze umhlaba,+ uluntu+ nezilo+ eziphezu komhlaba ngamandla am amakhulu+ nangengalo yam eyoluliweyo;+ kwaye ndiwunike lowo kungqineke kulungile emehlweni am ukumnika.+
35 Bonke abemi bomhlaba abanto yanto xa bethelekiswa naye,+ yaye wenza ngokokuthanda kwakhe kwimikhosi yezulu nakubemi bomhlaba.+ Akukho namnye unokusithintela isandla sakhe+ okanye unokuthi kuye, ‘Yintoni le uyenzileyo?’+