IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Genesis 49:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Uqalekisiwe umsindo wabo,+ kuba unenkohlakalo,+ nokuvutha komsindo wabo, ngenxa yokuba kungqwabalala.+ Ndiya kubasasaza kwaYakobi ndize ndibachithachithe kwaSirayeli.+

  • Levitikus 25:32
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 32 “‘Ngokuphathelele izixeko zabaLevi nezindlu zezixeko zelifa labo,+ abaLevi baya kuba nelungelo lokuzikhulula ngentlawulelo kuse kwixesha elingenammiselo.+

  • Duteronomi 18:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 “Ababingeleli, abaLevi, isizwe sabaLevi siphela,+ mabangabi nasabelo nalifa kunye noSirayeli. Bodla umnikelo wasemlilweni kaYehova, nelifa lakhe.+

  • Yoshuwa 14:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 Kuba oonyana bakaYosefu baba zizizwe ezibini,+ uManase+ noEfrayim;+ yaye abazange babanike sabelo elizweni abaLevi, ngaphandle kwezixeko+ zokuhlala namadlelo emfuyo nempahla yabo.+

  • Yoshuwa 21:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 kwaye zathetha kubo eShilo+ kwilizwe lamaKanan, zathi: “UYehova ngoMoses wayalela ukuba sinikwe izixeko ukuze sihlale kuzo, kunye namadlelo azo ezilwanyana zethu zasekhaya.”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share