Levitikus 25:34 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 34 Ngaphezu koko, umhlaba wedlelo+ lezixeko zabo mawungathengiswa, ngokuba ulilifa labo kuse kwixesha elingenammiselo. Yoshuwa 21:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Ngoko oonyana bakaSirayeli babanika abaLevi,+ ngokomyalelo kaYehova, ezi zixeko namadlelo azo elifeni labo.+ Yoshuwa 21:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Ngaloo ndlela babanika iKiriyati-arbha+ (kuthiwa uArbha nguyise ka-Anaki),+ oko kukuthi, iHebron,+ kummandla weentaba wakwaYuda,+ nedlelo layo macala onke; 1 Kronike 6:64 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 64 Ngaloo ndlela oonyana bakaSirayeli banika abaLevi+ izixeko namadlelo azo.+ 2 Kronike 11:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Kuba abaLevi bashiya amadlelo+ abo nelifa+ labo baza beza kwaYuda naseYerusalem,+ ngenxa yokuba uYerobhoham+ noonyana bakhe babayekisa+ ekusebenzeni njengababingeleli kuYehova.
34 Ngaphezu koko, umhlaba wedlelo+ lezixeko zabo mawungathengiswa, ngokuba ulilifa labo kuse kwixesha elingenammiselo.
3 Ngoko oonyana bakaSirayeli babanika abaLevi,+ ngokomyalelo kaYehova, ezi zixeko namadlelo azo elifeni labo.+
11 Ngaloo ndlela babanika iKiriyati-arbha+ (kuthiwa uArbha nguyise ka-Anaki),+ oko kukuthi, iHebron,+ kummandla weentaba wakwaYuda,+ nedlelo layo macala onke;
14 Kuba abaLevi bashiya amadlelo+ abo nelifa+ labo baza beza kwaYuda naseYerusalem,+ ngenxa yokuba uYerobhoham+ noonyana bakhe babayekisa+ ekusebenzeni njengababingeleli kuYehova.