Genesis 23:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Wafa ke uSara eKiriyati-arbha,+ oko kukuthi, eHebron,+ ezweni lakwaKanan,+ waza uAbraham waya kumenzela isijwili uSara, wamlilela. Genesis 35:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Wada wafika uYakobi kuIsake uyise eMamre,+ eKiriyati-arbha,+ oko kukuthi, eHebron, apho babehleli khona uAbraham noIsake njengabaphambukeli.+ Yoshuwa 15:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Yaye uKalebhi+ unyana kaYefune wamnika isabelo phakathi koonyana bakaYuda ngokomyalelo kaYehova kuYoshuwa, esisesi, iKiriyati-arbha ([kuthiwa uArbha] nguyise ka-Anaki), oko kukuthi, iHebron.+ ABagwebi 1:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Ngoko uYuda wamatsha nxamnye namaKanan awayehlala eHebron+ (ngoko igama leHebron ngaphambi koko laliyiKiriyati-arbha),+ kwaye baxabela uSheshayi noAhiman noTalemayi.+
2 Wafa ke uSara eKiriyati-arbha,+ oko kukuthi, eHebron,+ ezweni lakwaKanan,+ waza uAbraham waya kumenzela isijwili uSara, wamlilela.
27 Wada wafika uYakobi kuIsake uyise eMamre,+ eKiriyati-arbha,+ oko kukuthi, eHebron, apho babehleli khona uAbraham noIsake njengabaphambukeli.+
13 Yaye uKalebhi+ unyana kaYefune wamnika isabelo phakathi koonyana bakaYuda ngokomyalelo kaYehova kuYoshuwa, esisesi, iKiriyati-arbha ([kuthiwa uArbha] nguyise ka-Anaki), oko kukuthi, iHebron.+
10 Ngoko uYuda wamatsha nxamnye namaKanan awayehlala eHebron+ (ngoko igama leHebron ngaphambi koko laliyiKiriyati-arbha),+ kwaye baxabela uSheshayi noAhiman noTalemayi.+