Numeri 35:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Ziya kuba zizixeko zenu zokusabela kumphindezeli wegazi,+ ukuze singafi isibulala-mntu side sime phambi kwendibano eya kusigwebela.+ Duteronomi 19:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Kungenjalo, umphindezeli+ wegazi usenokusisukela isibulala-mntu eso, kuba ishushu intliziyo yakhe, asifumane, ngokuba nde kwendlela; aze awubethe ufe umphefumlo waso, ngoxa besingafanelwanga sisigwebo sokufa,+ kuba besingalithiyanga ngaphambili.
12 Ziya kuba zizixeko zenu zokusabela kumphindezeli wegazi,+ ukuze singafi isibulala-mntu side sime phambi kwendibano eya kusigwebela.+
6 Kungenjalo, umphindezeli+ wegazi usenokusisukela isibulala-mntu eso, kuba ishushu intliziyo yakhe, asifumane, ngokuba nde kwendlela; aze awubethe ufe umphefumlo waso, ngoxa besingafanelwanga sisigwebo sokufa,+ kuba besingalithiyanga ngaphambili.