IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Numeri 35:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 Ziya kuba zizixeko zenu zokusabela kumphindezeli wegazi,+ ukuze singafi isibulala-mntu side sime phambi kwendibano eya kusigwebela.+

  • Numeri 35:19
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 19 “‘Umphindezeli+ wegazi wombulala ngokwakhe umbulali lowo. Akuqubisana naye wombulala ngokwakhe.

  • Yoshuwa 20:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 Yaye ukuba kunokwenzeka umphindezeli wegazi asisukele, ngoko akafanele anikezele ngesibulala-mntu esandleni sakhe;+ kuba sibethe sabulala singazi idlelane laso, yaye besingalithiyanga ngaphambili.+

  • 2 Samuweli 14:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Kwaye intsapho isuke yonke nxamnye nesicakakazi sakho yaye ithi, ‘Sinike umbethi womntakwabo, ukuze simbulale ngenxa yomphefumlo womntakwabo+ ambuleleyo,+ ewe masiyibhubhise indlalifa!’ Yaye ngokuqinisekileyo baya kuwucima umlilo wamalahle am eenkuni oseleyo, khon’ ukuze kungabikho gama nantsalela yabelwa indoda yam phezu komhlaba.”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share