Eksodus 28:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 “Wena ke, sondeza kuwe uAron umntakwenu enoonyana bakhe, umthabathe phakathi koonyana bakaSirayeli, abe ngumbingeleli kum,+ uAron,+ uNadabhi noAbhihu,+ uEleyazare noItamare,+ oonyana baka-Aron. Numeri 17:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Kothi indoda endinyule yona,+ intonga yayo imile amathupha, ndikudambise ngokuqinisekileyo ukumbombozela+ koonyana bakaSirayeli, abanimbombozelela ngako.”+ 1 Samuweli 2:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 Kwaye kuzo zonke izizwe zakwaSirayeli ndazinyulela yena,+ ukuba asebenze njengombingeleli aze anyuke esibingelelweni sam+ ukuze enze umsi wombingelelo ube ngumqulu onyukayo, athwale iefodi phambi kwam, ukuze ndinike indlu kakhokho wakho yonke iminikelo yasemlilweni yoonyana bakaSirayeli.+ INdumiso 105:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Wathumela uMoses umkhonzi wakhe,+UAron awayemnyulile.+
28 “Wena ke, sondeza kuwe uAron umntakwenu enoonyana bakhe, umthabathe phakathi koonyana bakaSirayeli, abe ngumbingeleli kum,+ uAron,+ uNadabhi noAbhihu,+ uEleyazare noItamare,+ oonyana baka-Aron.
5 Kothi indoda endinyule yona,+ intonga yayo imile amathupha, ndikudambise ngokuqinisekileyo ukumbombozela+ koonyana bakaSirayeli, abanimbombozelela ngako.”+
28 Kwaye kuzo zonke izizwe zakwaSirayeli ndazinyulela yena,+ ukuba asebenze njengombingeleli aze anyuke esibingelelweni sam+ ukuze enze umsi wombingelelo ube ngumqulu onyukayo, athwale iefodi phambi kwam, ukuze ndinike indlu kakhokho wakho yonke iminikelo yasemlilweni yoonyana bakaSirayeli.+