Eksodus 34:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Kuba ndiya kuzigxotha iintlanga phambi kwakho,+ ndiwenze banzi ummandla wakho;+ linganqwenelwa nangubani ilizwe lakho ekunyukeni kwakho usiya kubona ubuso bukaYehova uThixo wakho izihlandlo ezithathu ngonyaka.+ Yoshuwa 24:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 “‘Ekugqibeleni ndanizisa kwilizwe lama-Amori awayehleli ngaphesheya kweYordan, yaye alwa nani.+ Ndawanikela esandleni senu ukuze ilizwe lawo libe lilifa kuni, kwaye ndawabhubhisa phambi kwenu.+
24 Kuba ndiya kuzigxotha iintlanga phambi kwakho,+ ndiwenze banzi ummandla wakho;+ linganqwenelwa nangubani ilizwe lakho ekunyukeni kwakho usiya kubona ubuso bukaYehova uThixo wakho izihlandlo ezithathu ngonyaka.+
8 “‘Ekugqibeleni ndanizisa kwilizwe lama-Amori awayehleli ngaphesheya kweYordan, yaye alwa nani.+ Ndawanikela esandleni senu ukuze ilizwe lawo libe lilifa kuni, kwaye ndawabhubhisa phambi kwenu.+