INdumiso 79:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Igazi labo baliphalaze njengamanziLajikeleza iYerusalem, kungekho ubangcwabayo.+ Yeremiya 7:33 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 33 Kwaye izidumbu zesi sizwana zimele zibe kukutya kwezidalwa eziphaphazelayo zamazulu nokwamarhamncwa omhlaba, kungekho bani uwenza angcangcazele.+ Yeremiya 36:30 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 30 Ngoko ke utsho uYehova kuYehoyakim ukumkani wakwaYuda ukuthi, ‘Akayi kuba nabani wokuhlala etroneni kaDavide,+ nesidumbu sakhe siya kuphoselwa phandle+ ebushushwini emini naseqabakeni ebusuku.
33 Kwaye izidumbu zesi sizwana zimele zibe kukutya kwezidalwa eziphaphazelayo zamazulu nokwamarhamncwa omhlaba, kungekho bani uwenza angcangcazele.+
30 Ngoko ke utsho uYehova kuYehoyakim ukumkani wakwaYuda ukuthi, ‘Akayi kuba nabani wokuhlala etroneni kaDavide,+ nesidumbu sakhe siya kuphoselwa phandle+ ebushushwini emini naseqabakeni ebusuku.