Eksodus 16:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 “Ndikuvile ukumbombozela koonyana bakaSirayeli.+ Thetha nabo, uthi, ‘Phakathi kweengokuhlwa ezimbini nodla inyama, kusasa nohlutha sisonka;+ nazi ngokuqinisekileyo ukuba ndinguYehova uThixo wenu.’”+ Eksodus 16:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 Indlu kaSirayeli yalibiza igama laso ngokuthi “imana.” Yayimhlophe njengembewu yekoriyandire, yaye incasa yayo yayinjengaleyo yamaqebengwana amcaba obusi.+ Nehemiya 9:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Wabanika nesonka esivela ezulwini ngenxa yokulamba kwabo,+ namanzi avela engxondorheni ngenxa yokunxanwa kwabo,+ yaye wahlabela mgama wathi kubo mabangene+ balidle ilifa ilizwe owaphakamisa isandla sakho wafunga ukubanika lona.+
12 “Ndikuvile ukumbombozela koonyana bakaSirayeli.+ Thetha nabo, uthi, ‘Phakathi kweengokuhlwa ezimbini nodla inyama, kusasa nohlutha sisonka;+ nazi ngokuqinisekileyo ukuba ndinguYehova uThixo wenu.’”+
31 Indlu kaSirayeli yalibiza igama laso ngokuthi “imana.” Yayimhlophe njengembewu yekoriyandire, yaye incasa yayo yayinjengaleyo yamaqebengwana amcaba obusi.+
15 Wabanika nesonka esivela ezulwini ngenxa yokulamba kwabo,+ namanzi avela engxondorheni ngenxa yokunxanwa kwabo,+ yaye wahlabela mgama wathi kubo mabangene+ balidle ilifa ilizwe owaphakamisa isandla sakho wafunga ukubanika lona.+