IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Nehemiya 1:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Nakuba nibuyele kum+ naza nagcina imiyalelo yam+ nayenza,+ nangona abantu benu abasasazekileyo beya kuba besesiphelweni samazulu, ndiya kubaqokelela+ apho ndize ngokuqinisekileyo ndibazise+ kwindawo endiyikhethileyo ukuze ndilihlalise kuyo igama lam.’+

  • Hezekile 18:21
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 21 “‘Ke kaloku ngokubhekisele kongendawo, ukuba unokuthi abuye kuzo zonke izono azenzileyo+ aze okunene agcine yonke imimiselo yam, aphumeze okusesikweni nobulungisa,+ ngokuqinisekileyo uya kuhlala ephila. Akayi kufa.+

  • Hezekile 33:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Yithi kubo, ‘“Ndiphila nje,” itsho iNkosi enguMongami uYehova, “andiyoliswa kukufa kongendawo,+ kodwa kukuba ongendawo abuye+ endleleni yakhe aze okunene ahlale ephila.+ Buyani, buyani ezindleleni zenu ezimbi,+ kuba kutheni na ukuba nide nife, ndlu kaSirayeli?”’+

  • IZenzo 3:19
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 19 “Guqukani,+ ke ngoko, nijike+ khon’ ukuze zicinywe izono zenu,+ ukuze amaxesha okuhlaziya+ eze evela kuYehova ngenkqu

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share