Duteronomi 32:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Bona, bandikhweletisa ngoko kungengothixo;+Bandiqumbisa ngezithixo zabo ezililize;+Nam, ndiya kubakhweletisa ngoko kungesosizwana;+Ndibacaphukise ngohlanga olunobuyatha.+ Yeremiya 2:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Utsho uYehova ukuthi: “Yintoni na engekho sikweni abayifumeneyo ooyihlo kum,+ le nto bakhwelele kude kum,+ balandela isithixo esililize+ baza nabo baba lilize?+ Yeremiya 2:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Lukhe lunanise na uhlanga ngoothixo,+ kwanabo bangengabo oothixo?+ Kodwa bona abantu bam bananise ngozuko lwam ngenxa yoko kungenakuzisa ngenelo.+ 1 Korinte 8:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Ngokuphathelele ukutyiwa+ kokutya okunikelwe kwizithixo, siyazi ukuba isithixo asinto+ ehlabathini, nokuba akukho Thixo ngaphandle nje komnye.+
21 Bona, bandikhweletisa ngoko kungengothixo;+Bandiqumbisa ngezithixo zabo ezililize;+Nam, ndiya kubakhweletisa ngoko kungesosizwana;+Ndibacaphukise ngohlanga olunobuyatha.+
5 Utsho uYehova ukuthi: “Yintoni na engekho sikweni abayifumeneyo ooyihlo kum,+ le nto bakhwelele kude kum,+ balandela isithixo esililize+ baza nabo baba lilize?+
11 Lukhe lunanise na uhlanga ngoothixo,+ kwanabo bangengabo oothixo?+ Kodwa bona abantu bam bananise ngozuko lwam ngenxa yoko kungenakuzisa ngenelo.+
4 Ngokuphathelele ukutyiwa+ kokutya okunikelwe kwizithixo, siyazi ukuba isithixo asinto+ ehlabathini, nokuba akukho Thixo ngaphandle nje komnye.+