Yoshuwa 22:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 YayingengoAkan+ unyana kaZera na owenza isenzo sokungathembeki kwinto eyayinikelwe kwintshabalalo, yaye akuzange kubekho ukucaphuka nxamnye nayo yonke indibano kaSirayeli?+ Kwaye asinguye kuphela umntu owabhubhayo ngesiphoso sakhe.’”+ 1 Kronike 2:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Bona oonyana bakaKarmi+ yayinguAkare owamhlisela ishwangusha uSirayeli,+ owenza isenzo sokungathembeki ngento enikelwe kwintshabalalo.+
20 YayingengoAkan+ unyana kaZera na owenza isenzo sokungathembeki kwinto eyayinikelwe kwintshabalalo, yaye akuzange kubekho ukucaphuka nxamnye nayo yonke indibano kaSirayeli?+ Kwaye asinguye kuphela umntu owabhubhayo ngesiphoso sakhe.’”+
7 Bona oonyana bakaKarmi+ yayinguAkare owamhlisela ishwangusha uSirayeli,+ owenza isenzo sokungathembeki ngento enikelwe kwintshabalalo.+