Yoshuwa 19:43 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 43 nase-Elon naseTimna+ nase-Ekron,+ 1 Samuweli 5:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Ngenxa yoko bayithumela e-Ekron+ ityeya kaTHIXO oyinyaniso. Kwathi ke kamsinya nje yakuba ityeya kaTHIXO oyinyaniso ifike e-Ekron, amaEkron adanduluka, esithi: “Bayijike bayizisa apha kum ityeya kaTHIXO kaSirayeli ukuze ndibulawe mna nabantu bakowethu!”+ 1 Samuweli 7:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Nezixeko amaFilisti awayezithabathe kuSirayeli zabuyela kuSirayeli ukususela e-Ekron ukusa eGati, nemimandla yazo uSirayeli wayihlangula esandleni samaFilisti. Kwabakho uxolo phakathi koSirayeli nama-Amori.+ 2 Kumkani 1:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 UAhaziya wawa+ kuthango lwegumbi lakhe eliseluphahleni+ elaliseSamariya waza wagula. Ngoko wathumela abathunywa waza wathi kubo: “Hambani, niye kubuza+ kuBhahali-zebhubhi+ uthixo wase-Ekron+ enoba ndiya kuphila na kwesi sifo.”+
10 Ngenxa yoko bayithumela e-Ekron+ ityeya kaTHIXO oyinyaniso. Kwathi ke kamsinya nje yakuba ityeya kaTHIXO oyinyaniso ifike e-Ekron, amaEkron adanduluka, esithi: “Bayijike bayizisa apha kum ityeya kaTHIXO kaSirayeli ukuze ndibulawe mna nabantu bakowethu!”+
14 Nezixeko amaFilisti awayezithabathe kuSirayeli zabuyela kuSirayeli ukususela e-Ekron ukusa eGati, nemimandla yazo uSirayeli wayihlangula esandleni samaFilisti. Kwabakho uxolo phakathi koSirayeli nama-Amori.+
2 UAhaziya wawa+ kuthango lwegumbi lakhe eliseluphahleni+ elaliseSamariya waza wagula. Ngoko wathumela abathunywa waza wathi kubo: “Hambani, niye kubuza+ kuBhahali-zebhubhi+ uthixo wase-Ekron+ enoba ndiya kuphila na kwesi sifo.”+