ABagwebi 4:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Kwaye wathumela waza wabiza uBharaki+ unyana ka-Abhinowam eKedeshe-nafetali+ waza wathi kuye: “Akanikelanga myalelo na uYehova uTHIXO kaSirayeli? ‘Hamba uze uzithi saa kwiNtaba yaseTabhore,+ yaye thabatha amadoda angamawaka alishumi koonyana bakaNafetali+ nakoonyana bakaZebhulon.+ Yeremiya 46:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 “‘Ndiphila nje,’ utsho uKumkani, ogama lakhe linguYehova wemikhosi,+ ‘uya kufika enjengeTabhore+ phakathi kweentaba nanjengeKarmele+ ngaselwandle.
6 Kwaye wathumela waza wabiza uBharaki+ unyana ka-Abhinowam eKedeshe-nafetali+ waza wathi kuye: “Akanikelanga myalelo na uYehova uTHIXO kaSirayeli? ‘Hamba uze uzithi saa kwiNtaba yaseTabhore,+ yaye thabatha amadoda angamawaka alishumi koonyana bakaNafetali+ nakoonyana bakaZebhulon.+
18 “‘Ndiphila nje,’ utsho uKumkani, ogama lakhe linguYehova wemikhosi,+ ‘uya kufika enjengeTabhore+ phakathi kweentaba nanjengeKarmele+ ngaselwandle.