IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Levitikus 3:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 “‘Yaye ukuba umnikelo wakhe ungumbingelelo wobudlelane,+ ukuba uwusondeza ungowasemhlambini, enoba yinkunzi okanye imazi, woyisondeza ibe yephilileyo+ phambi koYehova.

  • Levitikus 19:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 “‘Xa nibingelela kuYehova umbingelelo wobudlelane,+ nowunikela ukuze nizizuzele inkoliseko.+

  • ABagwebi 20:26
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 26 Bonke oonyana bakaSirayeli,+ kwanabo bonke abantu, benyuka baya eBheteli baza balila+ yaye bahlala apho phambi koYehova, bazila ukutya+ ngaloo mini de kwangokuhlwa, banikela iminikelo etshiswayo+ neminikelo yobudlelane+ phambi koYehova.

  • 2 Samuweli 24:25
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 25 UDavide wamakhela uYehova isibingelelo+ apho waza wanikela imibingelelo etshiswayo nemibingelelo yobudlelane, yaye uYehova wasabela akubongozwa+ ngenxa yelizwe, kangangokuba sanqunyanyiswa isibetho kuSirayeli.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share