IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 2 Kronike 20:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Woyika+ uYehoshafati wazimisela ukuba afune uYehova.+ Ngoko wabhengeza ukuba kuzilwe ukutya+ nguye wonke uYuda.

  • Ezra 8:21
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 21 Ndaza ndabhengeza ukuba kuzilwe ukutya apho kuMlambo iAhava, ukuba sizithobe+ phambi koThixo wethu, ukuze sifune kuye indlela elungileyo+ kuthi nakubantwana bethu+ nasempahleni yethu yonke.

  • Yoweli 1:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 Ngcwalisani ixesha lokuzila ukutya.+ Bizelani ndawonye indibano engcwele.+ Hlanganisani ndawonye amadoda amakhulu, bonke abemi belizwe, endlwini kaYehova uThixo wenu,+ kuze kukhalelwe uncedo kuYehova.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share