IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Numeri 33:55
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 55 “‘Kambe ke, ukuba anibagxothanga abemi belo lizwe phambi kwenu,+ ngoko abo nibashiyileyo baya kusuka ngokuqinisekileyo babe njengezinto ezihlabayo emehlweni enu nameva emacaleni enu, banibandezele ngenene ezweni eniya kube nihleli kulo.+

  • Duteronomi 8:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Uze uyikhumbule yonke indlela akuhambise ngayo uYehova uThixo wakho kule minyaka ingamashumi amane entlango,+ ukuba akuthobe,+ akuvavanye+ ukuze akwazi okusentliziyweni yakho,+ ukuba woyigcina imiyalelo yakhe okanye akunjalo kusini na.

  • Yoshuwa 23:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 nifanele nazi ngokuqinisekileyo ukuba uYehova uThixo wenu akayi kuqhubeka ezihlutha ilizwe lazo ezi ntlanga ngenxa yenu;+ kwaye ziya kuba njengesibatha nanjengomgibe nanjengekatsi kumaphango enu+ nanjengameva emehlweni enu de nitshabalale kulo mhlaba ulungileyo uYehova uThixo wenu aninike wona.+

  • ABagwebi 3:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 Yaye baqhubeka bengabameli bokuvavanya+ uSirayeli ukuze kwazeke enoba babeya kuyithobela na imiyalelo kaYehova awayiyalela ooyise ngoMoses.+

  • IMizekeliso 17:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Imbiza yokusulungekisa yeyesilivere neziko lelegolide,+ kodwa uYehova ungumgocagoci weentliziyo.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share