2 Kronike 20:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Ngenxa yoko wathi: “Phulaphulani, nonke maYuda nani bemi baseYerusalem nawe Kumkani Yehoshafati! Utsho uYehova ukuthi, ‘Musani ukoyika+ okanye ninkwantye ngenxa yesi sihlwele sikhulu; kuba idabi asilolenu, kodwa lelikaThixo.+ INdumiso 46:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 UYehova wemikhosi unathi;+UTHIXO kaYakobi uyindawo ephakamileyo enqabisekileyo kuthi.+ Seʹlah. IMizekeliso 21:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 Ihashe lilungiselelwa imini yedabi,+ kodwa usindiso lolukaYehova.+
15 Ngenxa yoko wathi: “Phulaphulani, nonke maYuda nani bemi baseYerusalem nawe Kumkani Yehoshafati! Utsho uYehova ukuthi, ‘Musani ukoyika+ okanye ninkwantye ngenxa yesi sihlwele sikhulu; kuba idabi asilolenu, kodwa lelikaThixo.+