IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Levitikus 26:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 Isihlanu kuni ngokuqinisekileyo siya kusukela ikhulu, lize ikhulu kuni lisukele ishumi lamawaka, ziwe ngenene likrele iintshaba zenu phambi kwenu.+

  • Yoshuwa 23:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Indoda enye kuphela kuni iya kusukela iwaka,+ ngenxa yokuba uYehova uThixo wenu nguye onilwelayo,+ kanye njengoko wanithembisayo.+

  • 1 Samuweli 14:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 Ngoko uYonatan wathi kumlindi, umphathi wezikrweqe zakhe: “Yiza size siwelele kwinkampu yala madoda angalukanga.+ Mhlawumbi uYehova uya kusisebenzela, kuba akukho sithintelo kuYehova ukuba asindise ngabaninzi okanye ngabambalwa.”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share