Levitikus 25:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 “‘Xa athe umzalwana wakho wahlwempuzeka waza wathengisa ngenxalenye yelifa lakhe, makeze umhlawuleli ohlobene ngokusondeleyo naye aze ayithenge kwakhona loo nto ayithengisileyo umzalwana wakhe.+ Duteronomi 25:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 “Xa athe umntu wahlala ndawonye nomntakwabo waza wafa omnye kubo engenanyana, umfazi walowo ufileyo makangendeli ngaphandle kwindoda yasemzini. Umntakwabo ndoda yakhe ufanele amthabathe abe ngumfazi wakhe, enze kuye umtshato wongeno.+ Rute 3:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Ngoko yathi: “Ungubani na?” Wathi: “NdinguRute ikhobokazana lakho, yaye umele wolulele umbhinqo wakho kwikhobokazana lakho, kuba ungumhlawuleli.”+ Rute 3:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Yaye ke ngoxa liyinyaniso elokuba ndingumhlawuleli,+ ukwakho omnye umhlawuleli ohlobene ngokusondeleyo ngakumbi kunoba mna ndinjalo.+ Efese 1:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Ngaye siye sakhululwa ngentlawulelo ngalo igazi+ lakhe, saxolelwa+ izigqitho zethu, ngokobutyebi bobubele bakhe obungasifanelanga.+ Hebhere 2:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Ngoko ke, ekubeni “abantwana abaselula” bengabanesabelo kwigazi nenyama, naye ngokufanayo waba nenxaxheba kwezo zinto,+ ukuze ngokufa kwakhe+ amtshitshise+ lowo unamandla okubangela ukufa,+ oko kukuthi, uMtyholi;+
25 “‘Xa athe umzalwana wakho wahlwempuzeka waza wathengisa ngenxalenye yelifa lakhe, makeze umhlawuleli ohlobene ngokusondeleyo naye aze ayithenge kwakhona loo nto ayithengisileyo umzalwana wakhe.+
5 “Xa athe umntu wahlala ndawonye nomntakwabo waza wafa omnye kubo engenanyana, umfazi walowo ufileyo makangendeli ngaphandle kwindoda yasemzini. Umntakwabo ndoda yakhe ufanele amthabathe abe ngumfazi wakhe, enze kuye umtshato wongeno.+
9 Ngoko yathi: “Ungubani na?” Wathi: “NdinguRute ikhobokazana lakho, yaye umele wolulele umbhinqo wakho kwikhobokazana lakho, kuba ungumhlawuleli.”+
12 Yaye ke ngoxa liyinyaniso elokuba ndingumhlawuleli,+ ukwakho omnye umhlawuleli ohlobene ngokusondeleyo ngakumbi kunoba mna ndinjalo.+
7 Ngaye siye sakhululwa ngentlawulelo ngalo igazi+ lakhe, saxolelwa+ izigqitho zethu, ngokobutyebi bobubele bakhe obungasifanelanga.+
14 Ngoko ke, ekubeni “abantwana abaselula” bengabanesabelo kwigazi nenyama, naye ngokufanayo waba nenxaxheba kwezo zinto,+ ukuze ngokufa kwakhe+ amtshitshise+ lowo unamandla okubangela ukufa,+ oko kukuthi, uMtyholi;+