IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Rute 2:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Waza uBhohazi waphendula wathi kuye: “Kunikelwe ingxelo+ kum ngako konke oko ukwenzele unyokozala emva kokufa kwendoda yakho,+ nendlela oye wamshiya ngayo uyihlo nonyoko nelizwe lezalamane zakho nokuya kwisizwana owawungasazi ngaphambili.+

  • Estere 8:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 Yaye kuwo onke amaphondo ahlukahlukeneyo nakuzo zonke izixeko ezahlukahlukeneyo naphi na apho ilizwi likakumkani nomthetho wakhe wawufikelela khona yayiyimihlali nemigcobo kumaYuda, isidlo+ nomhla olungileyo; yaye abaninzi kwizizwana+ zelizwe babezivakalisa njengamaYuda,+ kuba babefikelwe kukunkwantya+ ngenxa yamaYuda.

  • INdumiso 45:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Phulaphula, ntombi, ubone, uze uyithobe indlebe yakho;

      Uze ubalibale abantu bakowenu nendlu kayihlo.+

  • Isaya 14:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 UYehova uya kumenzela inceba uYakobi,+ yaye ngokuqinisekileyo uya kunyula uSirayeli;+ amnike ukuphumla emhlabeni wakhe,+ nabahambi baphambukele kuye, anamathelane nendlu kaYakobi.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share