Rute 1:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Akutsho baphakamisa amazwi abo baza balila ngakumbi, emva koko uOrpa wamanga uninazala. Ke yena uRute, wanamathela kuye.+ Rute 1:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Yaye uRute wathi: “Musa ukundibongoza ukuba ndikushiye, ndijike ekukuphelekeni; kuba apho uya khona ndiya kuya, nalapho uchitha ubusuku khona ndiya kuchitha ubusuku.+ Abantu bakowenu baya kuba ngabantu basekhaya,+ noThixo wakho abe nguThixo wam.+
14 Akutsho baphakamisa amazwi abo baza balila ngakumbi, emva koko uOrpa wamanga uninazala. Ke yena uRute, wanamathela kuye.+
16 Yaye uRute wathi: “Musa ukundibongoza ukuba ndikushiye, ndijike ekukuphelekeni; kuba apho uya khona ndiya kuya, nalapho uchitha ubusuku khona ndiya kuchitha ubusuku.+ Abantu bakowenu baya kuba ngabantu basekhaya,+ noThixo wakho abe nguThixo wam.+