IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Rute 4:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Bonke abantu ababesesangweni namadoda amakhulu bathi: “Singamangqina! Wanga uYehova angamnika umfazi oza endlwini yakho ukuba abe njengoRakeli+ noLeya,+ bobabini abakha indlu kaSirayeli;+ nawe ulingqine ixabiso lakho kwaEfratha+ uze uzenzele igama eBhetelehem.+

  • Rute 4:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 Aza amanenekazi angabamelwane+ amnika igama, esithi: “UNahomi uzalelwe unyana.” Yaye ambiza ngokuba nguObhedi igama lakhe.+ Nguyise kaYese,+ uyise kaDavide.

  • INdumiso 20:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  5 Siya kumemelela ngovuyo ngenxa yosindiso lwakho,+

      Yaye egameni loThixo wethu siya kuphakamisa iibhanile zethu.+

      Ngamana uYehova angazizalisekisa zonke izicelo zakho.+

  • Mateyu 1:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  5 uSalmon wazala uBhohazi ngoRahabhi;+

      uBhohazi wazala uObhedi ngoRute;+

      uObhedi wazala uYese;+

  • Mateyu 1:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 uYakobi wazala uYosefu indoda kaMariya, awathi uYesu obizwa ngokuba nguKristu,+ wazalwa nguye.+

  • Hebhere 11:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 Ngaphezu koko, ngaphandle kokholo+ akunakwenzeka ukumkholisa kakuhle,+ kuba lowo uzayo kuThixo umele akholwe ukuba ukho+ nokuba ungumvuzi+ wabo bamfuna ngenyameko.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share