1 Samuweli 16:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Ngako oko uSamuweli wathabatha uphondo lweoli+ waza wamthambisa phakathi kwabantakwabo. Yaye umoya kaYehova waqalisa ukusebenza kuDavide ukususela loo mini.+ Kamva uSamuweli wasukuma waza wahamba waya eRama.+ 1 Samuweli 17:37 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 37 Wandula ke uDavide wongezelela oku: “UYehova, owandihlangulayo ethupheni lengonyama nasethupheni lebhere, nguye oya kundihlangula esandleni salo mFilisti.”+ USawule wathi kuDavide: “Hamba, yaye ngamana uYehova angaba nawe.”+
13 Ngako oko uSamuweli wathabatha uphondo lweoli+ waza wamthambisa phakathi kwabantakwabo. Yaye umoya kaYehova waqalisa ukusebenza kuDavide ukususela loo mini.+ Kamva uSamuweli wasukuma waza wahamba waya eRama.+
37 Wandula ke uDavide wongezelela oku: “UYehova, owandihlangulayo ethupheni lengonyama nasethupheni lebhere, nguye oya kundihlangula esandleni salo mFilisti.”+ USawule wathi kuDavide: “Hamba, yaye ngamana uYehova angaba nawe.”+