2 Samuweli 9:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Waza ukumkani wahlabela mgama wathi: “Akusekho bani na kwindlu kaSawule, ukuze ndimenzele ububele bukaThixo bothando?”+ Wathi ke uTsibha kukumkani: “Kusekho unyana kaYonatan, osisiqhwala.”+ 2 Samuweli 9:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Waza uDavide wahlabela mgama wathi kuye: “Musa ukoyika, kuba nakanjani na ndiya kukwenzela ububele bothando+ ngenxa kaYonatan uyihlo;+ ndikubuyisele onke amasimi+ kaSawule uyihlomkhulu, udle isonka rhoqo etafileni yam.”+
3 Waza ukumkani wahlabela mgama wathi: “Akusekho bani na kwindlu kaSawule, ukuze ndimenzele ububele bukaThixo bothando?”+ Wathi ke uTsibha kukumkani: “Kusekho unyana kaYonatan, osisiqhwala.”+
7 Waza uDavide wahlabela mgama wathi kuye: “Musa ukoyika, kuba nakanjani na ndiya kukwenzela ububele bothando+ ngenxa kaYonatan uyihlo;+ ndikubuyisele onke amasimi+ kaSawule uyihlomkhulu, udle isonka rhoqo etafileni yam.”+