IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Genesis 36:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 36 Yiyo le ke imbali kaEsawu, oko kukuthi, uEdom.+

  • Eksodus 12:49
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 49 Woba mnye umthetho kwinzalelwane nakowasemzini ophambukele phakathi kwenu.”+

  • Levitikus 19:34
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 34 Makabe njengenzalelwane yenu umphambukeli lowo uphambukele kuni; yaye uze umthande njengawe,+ ngokuba nani naningabaphambukeli ezweni laseYiputa.+ NdinguYehova uThixo wenu.

  • Duteronomi 2:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 Yaye bayalele abantu, uthi: “Niza kudlula emdeni wabazalwana benu+ oonyana bakaEsawu,+ abahlala eSehire;+ baya kunoyika,+ yaye nimele nilumke kakhulu.

  • 1 Samuweli 14:47
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 47 Wabuthabatha ke uSawule ubukumkani phezu koSirayeli+ waza walwa imfazwe nxamnye nazo zonke iintshaba zakhe ezazimjikelezile, nxamnye noMowabhi+ nanxamnye noonyana baka-Amon+ nanxamnye noEdom+ nanxamnye nookumkani baseTsobha+ nanxamnye namaFilisti;+ yaye naphi na apho wayejikela ngakhona wayedlulisela umgwebo wesohlwayo.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share