8 Waza uHushayi wahlabela mgama wathi: “Nawe ngokwakho umazi kakuhle uyihlo namadoda akhe, ukuba banamandla,+ yaye umphefumlo wabo ukrakra,+ njengemazi yebhere elahlekelwe ngamathole ayo endle;+ kwaye uyihlo yindoda yokulwa,+ yaye akayi kuchitha ubusuku ekunye nabantu.