IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Samuweli 16:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 Omnye ke kubalindi waphendula waza wathi: “Khangela! Ndiyibonile indlela unyana kaYese waseBhetelehem anobuchule ngayo ekudlaleni,+ yaye uyindoda elikroti,+ enamandla nendoda yemfazwe+ nesithethi esinengqiqo+ nendoda emile kakuhle,+ yaye uYehova unaye.”+

  • 2 Samuweli 15:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 Bonke abakhonzi bakhe bawela ecaleni kwakhe; kwaye onke amaKereti nawo onke amaPeleti+ nawo onke amaGati,+ amadoda angamakhulu amathandathu awayemlandela ukusuka eGati,+ awela phambi kobuso bukakumkani.

  • 2 Samuweli 23:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 Ngawo la amagama amadoda kaDavide anamandla:+ uYoshebhi-bhashebheti+ umTahakemoni, intloko kwabathathu. Wayevonyavonya umkhonto wakhe phezu kwamakhulu asibhozo abulawa ngasihlandlo sinye.

  • 2 Samuweli 23:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 Ke yena uAbhishayi+ umntakwabo Yowabhi unyana kaTseruya,+ wayeyintloko yamashumi amathathu, kwaye wayevonyavonya umkhonto wakhe phezu kwamakhulu amathathu abuleweyo, yaye naye wayedume njengabo bathathu.+

  • 1 Kronike 11:26
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 26 Ke kumadoda anamandla omkhosi wamajoni, kwakukho uAsaheli+ umntakwabo Yowabhi, uElihanan+ unyana kaDodo waseBhetelehem,

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share