1 Samuweli 17:50 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 50 Ngoko uDavide, ngesilingi nelitye, wangqineka omelele kunomFilisti waza wambetha umFilisti wambulala; yaye wayengenakrele esandleni uDavide.+ 1 Samuweli 18:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Kwaye abo bafazi babebhiyoza babesabela yaye besithi: “USawule uxabele amawaka akhe,NoDavide amashumi akhe amawaka.”+ 1 Samuweli 19:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Ekuhambeni kwexesha kwaqhambuka imfazwe kwakhona waza uDavide waphuma waya kulwa namaFilisti wawaxabela ngokubulala ngogonyamelo kakhulu,+ aza asaba emka phambi kwakhe.+ 2 Samuweli 10:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Asaba+ ke amaSiriya phambi koSirayeli; uDavide wabulala kumaSiriya amakhulu asixhenxe abaqhubi beenqwelo+ namashumi amane amawaka abakhweli-mahashe, noShobhaki intloko yomkhosi wawo wamxabela wafela apho.+
50 Ngoko uDavide, ngesilingi nelitye, wangqineka omelele kunomFilisti waza wambetha umFilisti wambulala; yaye wayengenakrele esandleni uDavide.+
7 Kwaye abo bafazi babebhiyoza babesabela yaye besithi: “USawule uxabele amawaka akhe,NoDavide amashumi akhe amawaka.”+
8 Ekuhambeni kwexesha kwaqhambuka imfazwe kwakhona waza uDavide waphuma waya kulwa namaFilisti wawaxabela ngokubulala ngogonyamelo kakhulu,+ aza asaba emka phambi kwakhe.+
18 Asaba+ ke amaSiriya phambi koSirayeli; uDavide wabulala kumaSiriya amakhulu asixhenxe abaqhubi beenqwelo+ namashumi amane amawaka abakhweli-mahashe, noShobhaki intloko yomkhosi wawo wamxabela wafela apho.+