2 Kumkani 2:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Ekugqibeleni wajika waza wawabona, wawaqalekisa+ egameni likaYehova. Kwandula ke kwaphuma iimazi zamabhere ezimbini+ phakathi kwemithi, zaqwenga kubo abantwana abangamashumi amane anesibini.+ IMizekeliso 17:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Kulunge ngakumbi ukuba umntu aqubisane nebhere ehluthwe amathole ayo+ kunokuqubisana nesiyatha ebudengeni baso.+ Hoseya 13:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Ndiya kuqubisana naye njengebhere elahlekelwe ngamathole+ ayo yaye ndiya kusikrazula isivingco sentliziyo yakhe. Yaye ndiya kumqwengela apho njengengonyama;+ irhamncwa lasendle liya kumqwenga.+
24 Ekugqibeleni wajika waza wawabona, wawaqalekisa+ egameni likaYehova. Kwandula ke kwaphuma iimazi zamabhere ezimbini+ phakathi kwemithi, zaqwenga kubo abantwana abangamashumi amane anesibini.+
12 Kulunge ngakumbi ukuba umntu aqubisane nebhere ehluthwe amathole ayo+ kunokuqubisana nesiyatha ebudengeni baso.+
8 Ndiya kuqubisana naye njengebhere elahlekelwe ngamathole+ ayo yaye ndiya kusikrazula isivingco sentliziyo yakhe. Yaye ndiya kumqwengela apho njengengonyama;+ irhamncwa lasendle liya kumqwenga.+