27 Yaye, khangela! ngokuqinisekileyo ndiya kusolulela kuwe isandla sam,+ ndiwunciphise umxhesho wakho+ ndize ndikunikele koko kunqwenelwa ngumphefumlo+ wabafazi abakuthiyayo,+ iintombi zamaFilisti,+ abafazi abathotyiweyo ngenxa yehambo yakho evakalala.+