IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Samuweli 30:22
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 22 Noko ke, aphendula onke amadoda obubi nangamatshivela+ kuloo madoda ayehambe noDavide aza amana ukuthi: “Ngenxa yokuba engahambanga kunye nathi, asiyi kuwanika into kwixhoba esilihlanguleyo, ngaphandle kokunika ngamnye umfazi wakhe noonyana bakhe, aze ke abakhokele ahambe.”

  • 2 Samuweli 5:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Kokubini izolo nangaphambili+ ngoxa uSawule wayengukumkani phezu kwethu, nguwe owawukhupha nowawungenisa uSirayeli.+ NoYehova wathi kuwe, ‘Wena uya kwalusa+ abantu bam amaSirayeli, yaye wena uya kuba yinkokeli+ kaSirayeli.’”

  • 1 Kronike 11:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 Kwehla ke isithathu sabaziintloko emashumini amathathu+ saya eliweni, kuDavide emqolombeni waseAdulam,+ ngoxa iqela lamaFilisti lalimise inkampu entilini yamaRefa.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share