1 Samuweli 20:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 Kuba yonke imihla unyana kaYese ephila kulo mhlaba, akuyi kumiselwa ngokuqinileyo wena nobukumkani bakho.+ Ke ngoko thumela uze umzise kum, kuba umiselwe ukufa.”+ 1 Samuweli 24:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Ke kaloku, khangela! ndazi kakuhle ukuba wena, nakanjani na, uya kulawula njengokumkani,+ nokuba ngokuqinisekileyo ubukumkani bakwaSirayeli buya kuqhubeka busesandleni sakho.
31 Kuba yonke imihla unyana kaYese ephila kulo mhlaba, akuyi kumiselwa ngokuqinileyo wena nobukumkani bakho.+ Ke ngoko thumela uze umzise kum, kuba umiselwe ukufa.”+
20 Ke kaloku, khangela! ndazi kakuhle ukuba wena, nakanjani na, uya kulawula njengokumkani,+ nokuba ngokuqinisekileyo ubukumkani bakwaSirayeli buya kuqhubeka busesandleni sakho.