1 Samuweli 13:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Ke ngoku ubukumkani bakho abuyi kuhlala.+ Ngokuqinisekileyo uYehova uya kuzifumanela indoda evunyiweyo yintliziyo yakhe;+ yaye uYehova uya kuyimisela ibe yinkokeli+ phezu kwabantu bakhe, ngenxa yokuba akukugcinanga oko uYehova akuyalele kona.”+ 1 Samuweli 15:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 Wathi ke uSamuweli kuye: “UYehova ulukrazule+ kuwe namhlanje ulawulo lwasebukhosini lukaSirayeli, yaye ngokuqinisekileyo uya kulunika idlelane lakho elilunge ngakumbi kunawe.+ 1 Samuweli 18:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Waza uSawule wanomsindo kakhulu,+ neli lizwi laba libi ngokwembono yakhe, ngokokuze athi: “Banike uDavide amashumi amawaka, kodwa mna bandinike amawaka, sekusele nje kuphela ukuba bamnike ubukumkani!”+ 1 Samuweli 20:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 Kuba yonke imihla unyana kaYese ephila kulo mhlaba, akuyi kumiselwa ngokuqinileyo wena nobukumkani bakho.+ Ke ngoko thumela uze umzise kum, kuba umiselwe ukufa.”+ 1 Samuweli 23:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Wahlabela mgama wathi kuye: “Musa ukoyika;+ kuba isandla sikaSawule ubawo asiyi kukufumana, yaye wena kanye uya kuba ngukumkani+ phezu koSirayeli, mna ke ndiya kuba ngowesibini kuwe; noSawule ubawo uyakwazi oko.”+
14 Ke ngoku ubukumkani bakho abuyi kuhlala.+ Ngokuqinisekileyo uYehova uya kuzifumanela indoda evunyiweyo yintliziyo yakhe;+ yaye uYehova uya kuyimisela ibe yinkokeli+ phezu kwabantu bakhe, ngenxa yokuba akukugcinanga oko uYehova akuyalele kona.”+
28 Wathi ke uSamuweli kuye: “UYehova ulukrazule+ kuwe namhlanje ulawulo lwasebukhosini lukaSirayeli, yaye ngokuqinisekileyo uya kulunika idlelane lakho elilunge ngakumbi kunawe.+
8 Waza uSawule wanomsindo kakhulu,+ neli lizwi laba libi ngokwembono yakhe, ngokokuze athi: “Banike uDavide amashumi amawaka, kodwa mna bandinike amawaka, sekusele nje kuphela ukuba bamnike ubukumkani!”+
31 Kuba yonke imihla unyana kaYese ephila kulo mhlaba, akuyi kumiselwa ngokuqinileyo wena nobukumkani bakho.+ Ke ngoko thumela uze umzise kum, kuba umiselwe ukufa.”+
17 Wahlabela mgama wathi kuye: “Musa ukoyika;+ kuba isandla sikaSawule ubawo asiyi kukufumana, yaye wena kanye uya kuba ngukumkani+ phezu koSirayeli, mna ke ndiya kuba ngowesibini kuwe; noSawule ubawo uyakwazi oko.”+